Nam, kufuneka iphupha lam lifezekile

21 10 2009
“Nam, kufuneka iphupha lam lifezekile”, la ngamazwi engoma eyinxalenye yecwecwe elitsha lalo nyaka lika Sugah egama lalo lithi Nam. USugah onkaba yakhe iseKapa ungomnye weemvumi ezingadumanga koomabonakude noonomathotholo kodwa, lonto ayimtyhafisanga. Uyawazi umngangatho wetalente yakhe.Oku ukungqine ngokukhupha icwecwe lakhe lokuqala ezimele njengemvumi elineengoma ezingamashumi asixhenxe(17) . Ikhoba lecwecwe elitsha lika Sugah elithi 'Nam'
Ikhoba lecwecwe elitsha lika Sugah elithi ‘Nam’[slideshow

Sele kungaphezulu kwiminyaka elishumi elinesihlanu le mvumi yazimanya ngeqhina lomtshato nomculo ngomsesane womboko (microphone) kwiqonga lomculo namagumbi okushicilela.

 Kodwa kuba umculo,

 ”uluhambo lwabo bangekho ethe-ethe nabuthathaka, awulokhuphiswano”,

uSugah usaqhubeka.

Read the rest of this entry »








Follow

Get every new post delivered to your Inbox.